1. |
Xam Ft Morena Leraba
01:30
|
|||
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
Uxam uyawaz amayeza amayeza
Uxam uyawaz
|
||||
2. |
Uyaxoka
03:35
|
|||
Chorus
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan

Verse
Nyan nyan ndingu
Xangatha Magxaki
Ndigula ngengqondo
Noo gqirha bathi ndine ngxaki
Ndabaleke khaya Engxalathi
Ndishiyi zigxala ezawisamanxiwa wamaxhego
Ezaxaka amanxeba wamaxhalanga
Ndiphambana ndisityamaxoxo
Nomxoxozi
Ndixangxathabantu ngezixhobo ndidexhaphe bubende abadala babiza nexhwele landixelela
Uba ndinamafufunyana kukho umakhulu elalini uyandithakatha
Noba Andilali Ebusuku
Ndibona Amagqwirha noohili nezithunzela
Ngaba bafuna undisika amazantsi
Bayenze amayeza
Okanye bafuna undifihla ngaphantsi kwebhedi ndingcwatye
Njengo Tatomncinci kaNcedo owangcwatywa namhlanje waphinda wavuswa ngengomso
owangcwatywa namhlanje waphinda wavuswa ngengomso
owangcwatywa namhlanje waphinda wavuswa ngengomso
Hey hey hey hey
Chorus
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan
Verse
Nyan nyan kuthwa
Ndiyaphambana
Xandimana
Ndithetha ngeslilo esivumbuka ezantsi ebusuku
Ndiyaqonda abomama bathwebule iintsana
Mana
Yintoni na le
Evela ngobusuku kudekubenzima nolala
Ndidebile xhopho Madoda
Hini na le, Hini na le
Ecacubichwechwela incuma yeengcinga zam
Ndibe ngqathungqathu
Ndihambe ndisitya amakhwatshukhwatshu
Emgqomen
Ebomin
Abantu bakucaphukela kungenasizathu
Eskolwen,
Nasekonen
Abantu bahlekisa ngawe kuba ungenabhathu
Eskolwen,
Nasekonen
Abantu bahlekisa ngawe kuba ungenabhathu
Chorus
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan
Ndirhazukelwe yi Hempe
Kunzima nokuba ndihambe ndiyofuna nespani
Noko ndifumane inyukunyana
Ngcono ndicele Inkosi USHEMBE
AAMEEN
|
||||
3. |
Madlamini
03:42
|
|||
Verse
Molo Nono
Ow yini na Nkosikazi
Khawuyeke maan
Ow Fondin
Uxolo kaloku
Uxolo Madlamini
Khawuze kaloku
Chorus
Madlamini, Madlamini Khawuzo lala ebhedini (X4)
Madlamini, Madlamini sibalikhulu
Khawzolalebhedini
Verse
Lalenxibi tight
Okanye anxibi jean
Get her high njenge kite
NdimseziGin
Ndimtshayise izoli
Ndimthembise umzi egoli
Noba ndimqhatha kanganani
Akafuni
Chorus
Madlamini Khawuzo lala ebhedini
Madlamini sibalikhulu
Khawzolalebhedini
Asoze ndiphinde
Ndifike ngenzulu zobusuku ndinuka utywala ndinxilile
Soze ndiphinde Sibalikhulu lokothwayo
Mhayise mtikitiki
Chorus
Madlamini Khawuzo lala ebhedini
Madlamini sibalikhulu
Khawzolalebhedini
Khawuze (X4)
Owyini na Baby
Khawuze nkosikazi
Khawuze Nono
Noba ixhego lakho lingathi lifuna ezinye iinkomo ndizazo ngeza
Khawuze
Khawundiphuze kaloku
Izaman khawndiphuze man
Izaman ow yini na Baby
Iza kaloku Sanalwam
Ndiyakuthanda va?
Uyathandwa ndim ava?
Thanda Nono
Iza kaloku ndiqabule
Khawuze
|
||||
4. |
||||
Laliboi's Verse:
Abomarhardeni
Zobatholemakhoneni seba bhlome namagenge
Mawbabuzindabokuthi kwenzenjani bazoktsheli
Ndabokuthi sebabambinkunzi emakasana ngoba manje imali ayisangeni.
Lesgubhu aspheli
Nalabafanabasadeli
Heeyi
Lesgubhu aspheli
Nalabafanabasadeli
One Friday ngibhlome namagenge kwajamani
Sbhemi gada khala tililing tililing
ngqala ngphakamisucingo kwavelaborhobololo
Khala phihliling phihliling
Lesgubhu aspheli
Nalabafanabasadeli
Heeyi
Lesgubhu aspheli
Nalabafanabasadeli
Heeyi
|
||||
5. |
||||
6. |
Madlamini - Tzara Remix
03:00
|
|||
7. |
||||
8. |
Volume Johannesburg, South Africa
To hear the music one must turn up the volume.
Turn up the collabs, the djs, the events and mostly the
sound.
An undefined style, not limited to or bound by a specific genre.
Volume is a sound expression of Saul Nossel’s immersion into different cultures, an approach based on mood and space, from lo-fi to high-fi.
... more
Streaming and Download help
Volume recommends:
If you like Xam Deluxe Edition, you may also like:
Bandcamp Daily your guide to the world of Bandcamp