We’ve updated our Terms of Use to reflect our new entity name and address. You can review the changes here.
We’ve updated our Terms of Use. You can review the changes here.
/
  • Streaming + Download

    Includes unlimited streaming via the free Bandcamp app, plus high-quality download in MP3, FLAC and more.
    Purchasable with gift card

      $1 USD  or more

about

Ithetha ngomfana olwa izimpi zomoya.

It's about a young man in spiritual warfare.

lyrics

Chorus
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan

Verse
Nyan nyan ndingu
Xangatha Magxaki
Ndigula ngengqondo
Noo gqirha bathi ndine ngxaki
Ndabaleke khaya Engxalathi
Ndishiyi zigxala ezawisamanxiwa wamaxhego
Ezaxaka amanxeba wamaxhalanga
Ndiphambana ndisityamaxoxo
Nomxoxozi

Ndixangxathabantu ngezixhobo ndidexhaphe bubende abadala babiza nexhwele landixelela
Uba ndinamafufunyana kukho umakhulu elalini uyandithakatha
Noba Andilali Ebusuku
Ndibona Amagqwirha noohili nezithunzela
Ngaba bafuna undisika amazantsi
Bayenze amayeza
Okanye bafuna undifihla ngaphantsi kwebhedi ndingcwatye
Njengo Tatomncinci kaNcedo owangcwatywa namhlanje waphinda wavuswa ngengomso

owangcwatywa namhlanje waphinda wavuswa ngengomso
owangcwatywa namhlanje waphinda wavuswa ngengomso
Hey hey hey hey

Chorus
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan

Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan

Verse
Nyan nyan kuthwa
Ndiyaphambana
Xandimana

Ndithetha ngeslilo esivumbuka ezantsi ebusuku
Ndiyaqonda abomama bathwebule iintsana
Mana
Yintoni na le
Evela ngobusuku kudekubenzima nolala
Ndidebile xhopho Madoda

Hini na le, Hini na le

Ecacubichwechwela incuma yeengcinga zam
Ndibe ngqathungqathu
Ndihambe ndisitya amakhwatshukhwatshu

Emgqomen
Ebomin
Abantu bakucaphukela kungenasizathu
Eskolwen,
Nasekonen
Abantu bahlekisa ngawe kuba ungenabhathu
Eskolwen,
Nasekonen
Abantu bahlekisa ngawe kuba ungenabhathu

Chorus
Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan

Bona maxhego amabini aqabele ngaphezukwemfene angaxibanga
Erhuqa matsheyna ndoyika nokhwaza
Hay suka uyaxoka
Ngqumakho babesithi bayandithatha bandisegwana ndikuxeleli nyan andikuxokisi mtshana nyan nyan

Ndirhazukelwe yi Hempe
Kunzima nokuba ndihambe ndiyofuna nespani
Noko ndifumane inyukunyana

Ngcono ndicele Inkosi USHEMBE

AAMEEN

credits

from Xam Deluxe Edition, released December 3, 2021
Laliboi on vocals & trumpet.
Daniel Basckin on bass and electric guitar.
Volume on drums.
Produced, arranged, mixed and mastered by Volume.

license

all rights reserved

tags

about

Volume Johannesburg, South Africa

To hear the music one must turn up the volume.
Turn up the collabs, the djs, the events and mostly the sound.
An undefined style, not limited to or bound by a specific genre.
Volume is a sound expression of Saul Nossel’s immersion into different cultures, an approach based on mood and space, from lo-fi to high-fi.
... more

contact / help

Contact Volume

Streaming and
Download help

Report this track or account

Volume recommends:

If you like Volume, you may also like: